Time Message two Grade R Term One 2023

There are 3 messages, one for each language English, isiXhosa, Afrikaans. Please scroll to the language of your choice.

 

 

Time Grade R

Message 2

 

Little books make story time fun!

Click below to listen to the text

Follow the instructions to glue and fold the little book then page through it and talk about each picture with your child. Next, read the title of the book and the sentences on each page. Point to the words as you read. When you are finished reading, ask your child what they liked best about the story. You can collect and store the little books in a container so that your child will have their own little library to enjoy whenever they want to.

 

 

TIME IBanga R

Wesi- 2

 

Cofa apha ngezantsi ukumamela isicatshulwa

Landela imiyalelo yokufaka iglu nokusonga incwadi encinci wandule ukuyityhila uze uncokole nomntwana wakho ngomfanekiso ngamnye. Emva koko, funda isihloko sencwadi kunye nezivakalisi kwiphepha ngalinye. Wakhombe amagama njengokuba uwafunda. Xa ugqibile ukufunda, mbuze umntwana wakho ukuba yiyiphi eyona nto ayithande kakhulu ebalini. Ungaziqokelela uze uzigcine kwisikhongozelo iincwadi ezincinci ukuze umntwana wakho abe nelayibrari yakho ayonwabela nanini xa efuna.

 

 

TIME Graad R

Boodskap 2

 

Klein boekies maak storietyd pret!

Klik hieronder om na teks te luister

Volg die instruksies om die klein boekie te vou en te plak. Blaai nou deur die boekie en gesels met jou kind oor elke prent. Lees die titel van die boekie en die sinne op elke bladsy. Wys na die woorde terwyl jy lees. Wanneer jy die storie klaar gelees het, vra jou kind watter deel van die storie hulle die meeste geniet het. Jy kan die klein boekies in ’n houer bêre sodat dit hul eie klein biblioteek is wat hul op hul eie kan geniet.