Time Message four Grade R Term One 2023
There are 3 messages, one for each language English, isiXhosa, Afrikaans. Please scroll to the language of your choice.
Time Grade R
Message 4
Learning to draw and write letters and numbers takes lots of practice. It is important that children are taught how to form letters and numbers correctly.
Click below to listen to the text
Look at the letter and number templates for guidance. Your child should start at the dot on the template and follow the direction of the arrow with one movement without lifting their crayon. If there are two dots, then they should place their crayon on the dot at number 2 and follow the arrow in one movement. Your child can practice the same number or letter many times by using a different colour crayon each time.
TIME IBanga R
Wesi- 4
Cofa apha ngezantsi ukumamela isicatshulwa
Kubalulekile kakhulu ukuba abantwana bafunde ukuphulaphula amabali ngaphandle kokuncediswa yimifanekiso. Xa umntwana wakho ekwazi ukuphulaphula ngenyameko utsho afumane ithuba lokuva amagama amatsha, indlela aqonda ngayo izinto azivayo nayo iyaphucuka. Oku ke kuza kumncedisa ekukhuliseni izakhono ezibalulekileyo zokunxibelelana ezifana nokuthetha kunye nokufunda. Xa ufundela umntwana ibali, mgcine enomdla ngokutshintshatshintsha ilizwi nto leyo eza kwenza aqaphele iindawo ezilusizi nezonwabisayo ebalini okanye xa kuthetha omnye umntu. Ngeli xesha niphulaphule ibali. Ukuba umntwana wakho sele elazi ibali, ayinamsebenzi loo nto kuba abantwana bayakuthanda ukuphinda bamamele amabali ebebekhe bawamamela ngaphambili.
TIME Graad R
Boodskap 4
Dit verg baie oefening om te leer teken en letters en getalle te skryf. Dit is belangrik dat kinders geleer word hoe om letters en getalle korrek te vorm.
Klik hieronder om na teks te luister
Kyk na die letter- en getaltemplate om jou te help. Jou kind moet by die kol op die templaat begin en die rigting van die pyl in een beweging volg sonder om die vetkryt op te lig. As daar twee kolle is, moet jou kind die vetkryt op die kol by nommer 2 plaas en die pyl in een beweging volg. Jou kind kan dieselfde getal of letter weer en weer oefen deur elke keer ’n ander kleur vetkryt te gebruik.