Time Message six Grade R Term One 2023
There are 3 messages, one for each language English, isiXhosa, Afrikaans. Please scroll to the language of your choice.
Time Grade R
Message 6
This activity is a fun way to help your child listen carefully and build their vocabulary. When you give your child a chance to ask questions, they get a chance to think carefully too.
Click below to listen to the text
Collect objects that are safe for your child to handle. Give your child these three clues for every object you describe:
-Where in the house it can be found.
-What it is used for.
-The sound you hear at the beginning of the word. If they need more clues, help your child to ask you questions like, “Is it hard? Soft? Fluffy? Prickly? Cold? Smooth? Rough?”
TIME IBanga R
Wesi- 6
Lo msebenzi uyonwabisa kwaye uncedisana nomntwana wakho ukuba akwazi ukuphulaphula ngenyameko futhi akhe nesigama sakhe. Xa umnika ithuba lokubuza imibuzo umntwana wakho, naye utsho afumane ithuba lokucinga ngokuqaphela.
Cofa apha ngezantsi ukumamela isicatshulwa
Qokelela izinto ezingenabungozi anako ukuziphatha umntwana wakho. Nika umntwana wakho ezi zikhokelo zithathu ezimalunga nento nganye oyichazayo: -Apho inokufumaneka khona endlwini. -Isetyenziselwa ntoni. -Isandi sokuqala osivayo ekuqaleni kwegama. Xa efuna ezinye izikhokelo, mncedise umntwana wakho akubuze imibuzo efana nale, “Ingaba iqinile? Ithambile? Intofontofo? Iyahlaba? Iyabanda? Igudile? Irhabaxa?”
TIME Graad R
Boodskap 6
Klik hieronder om na teks te luister
Versamel voorwerpe wat jou kind veilig kan hanteer. Gee vir jou kind hierdie drie leidrade vir elke voorwerp wat jy beskryf:
-Waar in die huis dit gevind kan word.
-Waarvoor dit gebruik word.
-Die klank wat jy aan die begin van die woord hoor. As jou kind nog leidrade nodig het, kan jy hulle help om vir jou vrae te vra, soos: “Is dit hard? Sag? Wollerig? Stekelrig? Koud? Glad? Grof?”