Time Message Nine Grade 1 Term Two 2022

There are 3 messages, one for each language English, isiXhosa, Afrikaans. Please scroll to the language of your choice.

Time Grade 1

Message 9

When your child takes part in role-play, they copy and practise the words they have heard others saying. This builds their language skills and helps them to see events from different points of view.

Click below to listen to the text

Follow the instructions on the Weekly planner to prepare props for your child to use. Ask your child to tell the story again. Decide who will play the animal characters in the story and which props they will use. You can be the storyteller or narrator. Start telling the story and encourage your child and the other characters to do the actions to match your words. Read More


 

 

TIME IBakala 1

Umyalezo woku-9

 

Xa umntwana wakho ethatha inxaxheba ekulinganiseni, ukopa ze aziqhelanise namagama awava ethethwa ngabanye abantu. Oku ke kukhulisa izakhono zakhe zolwimi futhi kuyamnceda atsho abone iziganeko ngenye indlela.

Cofa apha ngezantsi ukumamela isicatshulwa

Landela imiyalelo ekwisicwangciso seveki ulungise iipropu eziza kusetyenziswa ngumntwana wakho. Mcele akubalisele ibali kwakhona. Gqibani ke ukuba ngubani oza kudlala indawo yabalinganiswa abazizilwanyana ebalini kwaye baza kusebenzisa ziphi iipropu. Ungalibalisa ibali ngokwakho ube ngunobalisa. Qalisa ke ubalise ibali umkhuthaze umntwana wakho nabanye abalinganiswa ukuba benze iintshukumo eziza kuhambelana namagama asebalini.Read More


 

 

TIME Graad 1

Boodskap 9

 

Wanneer jou kind aan rolspel deelneem, boots sy die woorde na wat sy ander al gehoor sê het. Dit ontwikkel haar taalvaardighede en help haar om gebeure uit ʼn ander oogpunt te sien.

Klik hieronder om na teks te luister

Volg die instruksies op die weekbeplanner om rekwisiete voor te berei wat jou kind kan gebruik. Vra haar om die storie weer te vertel. Besluit wie die dierekarakters in die storie kan vertolk en watter rekwisiete hulle sal gebruik. Jy kan die storieverteller wees. Begin om die storie te vertel en moedig jou kind en die ander karakters aan om die aksies uit te voer wat by jou woorde pas. Read More