Time Message One Grade 1 Term Four 2022

There are 3 messages, one for each language English, isiXhosa, Afrikaans. Please scroll to the language of your choice.

 

 

Time Grade 1

Message 1

 

Learning to listen to a set of instructions is a skill that needs lots of practice.

Click below to listen to the text

There are many parts to the instructions for this activity, for example, ‘Draw 2 children in the bed, 4 shoes under the bed, 11 books on the table, and a dog next to the chair.’ To help your child, read the instructions through once slowly. Then read each of the parts of the instructions making sure your child understands each part.Read More

 

 

TIME IBakala 1

Umyalezo woku-1

Ukufunda ukuphulaphula isethi yemiyalelo, sisakhono esifuna ukuba umntu aziqhelanise kakhulu naso.

Cofa apha ngezantsi ukumamela isicatshulwa

Imiyalelo yalo msebenzi imbaxa, umzekelo, ‘Zoba abantwana aba-2 abasebhedini, izihlangu ezi-4 eziphantsi kwebhedi, iincwadi ezili-11 ezisetafileni kunye nenja esecaleni kwesitulo.’ Xa uncedisa umntwana wakho, yifunde kube kanye, ngokucotha imiyalelo. Emva koko funda isivakalisi esimyalelo ngamnye kwaye uqinisekise ukuba umntwana uyasiqonda isivakalisi ngasinye esinomyalelo.Read More

 

 

TIME Graad 1

Boodskap 1

Die luister na ʼn stel instruksies is ʼn vaardigheid wat baie oefening verg.

Klik hieronder om na teks te luister

Daar is talle dele in die instruksies vir hierdie aktiwiteit, byvoorbeeld, ‘Teken 2 kinders in die bed, 4 skoene onder die bed, 11 boeke op die tafel en ʼn hond langs die stoel.’ Help jou kind deur die instruksies een keer stadig te lees. Lees dan elke deel van die vraag, en maak seker jou kind verstaan elke deel.Read More