Time Message Four Grade 1 Term Four 2022
There are 3 messages, one for each language English, isiXhosa, Afrikaans. Please scroll to the language of your choice.
Time Grade 1
Message 4
Following instructions or answering questions with many different parts to them takes a lot of concentration and good listening.
Click below to listen to the text
Some of the questions about the Big picture story have more than one part to them. To help your child, read the instructions through once slowly. Then read each of the parts of the question making sure your child understands each part. If your child struggles, use the pictures on the poster, their fingers or items like stones, bottle tops or counters to represent the items in the questions.
TIME IBakala 1
Umyalezo woku-4
Ukulandela imiyalelo okanye ukuphendula imibuzo embaxa kufuna ukuba umntu amilisele ingqondo yakhe kakuhle kwaye aphulaphule ngenyameko.
Cofa apha ngezantsi ukumamela isicatshulwa
Imibuzo ethile yebali lomfanekiso omkhulu imbaxa. Xa uncedisa umntwana wakho, yifunde imiyalelo ngokucotha. Emva koko funda isivakalisi esinombuzo ngamnye uqinisekisa ukuba umntwana wakho uyasiqonda isivakalisi ngasinye esinombuzo. Ukuba umntwana wakho uyasokola, sebenzisa imifanekiso ekwipowusta, iminwe yakhe okanye izinto ezifana namatye, iziciko zebhotile okanye izinto zokubala zimele izinto ezimalunga nemibuzo.
TIME Graad 1
Boodskap 4
Die volg van instruksies of beantwoord van vrae met baie verskillende dele verg baie konsentrasie en goeie luistervaardighede.
Klik hieronder om na teks te luister
Party vrae oor die Groot prent-storie behels meer as een deel. Help jou kind deur die instruksies een keer stadig te lees. Lees dan elke deel van die vraag, en maak seker jou kind verstaan elke deel. As jou kind sukkel, gebruik die prente op die plakkaat, sy vingers of items soos klippies, botteldoppies of tellers om die items in die vrae voor te stel.