Time Message five Grade 1 Term One 2023

There are 3 messages, one for each language English, isiXhosa, Afrikaans. Please scroll to the language of your choice.

 

 

Time Grade 1

Message 5

 

Click below to listen to the text

 

 

TIME IBakala 1

Umyalezo woku 5

 

Cofa apha ngezantsi ukumamela isicatshulwa

Emva kokuba ewuzobile umfanekiso umntwana wakho, mcele ukuba akuncokolele ngomfanekiso wakhe ze abhale into ethile emalunga nomfanekiso. Nika umntwana wakho ixesha khonukuze azame ukupela amagama njengokuba umkhokela kodwa ke kufuneka ungamyeki asokole xa engakwazi. Mncedise umntwana wakho ngokuthi umcele ukuba azame ukubhala isandi sokuqala segama ngalinye. Ukuba ukhangeleka enexhala lokuzibhalela, mbuze ukuba ungambhalela na indawo ezithile zebali.Read More

 

 

TIME Graad 1

Boodskap 5

 

Klik hieronder om na teks te luister

Nadat jou kind ʼn prent geteken het, vra haar om oor haar prent te gesels en dan iets daaroor te skryf. Gee jou kind kans om te probeer om woorde te spel terwyl jy haar lei, maar moenie haar laat sukkel as sy voel sy kan dit nie doen nie. Help jou kind deur haar te vra om die eerste klank van die woorde te probeer skryf.Read More