Time Message one Grade 1 term four 2023
There are 3 messages, one for each language English, isiXhosa, Afrikaans. Please scroll to the language of your choice.
Time Grade 1
Message 1
Learning to listen to a set of instructions is a skill that needs lots of practice.
Click below to listen to the text
There are many parts to the instructions for this activity, for example: ‘Draw 2 children in the bed, 4 shoes under the bed, 11 books on the table, and a dog next to the chair.’ To help your child, read the instructions through once slowly. Then read each part of the instructions making sure your child understands them. This will give your child an idea of how large to draw the items in the room. To further help your child, you could use furniture in your own home to work out the positions of the objects to be drawn.
TIME IBakala 1
Umyalezo woku 1
Ukufunda ukuphulaphula isethi yemiyalelo, sisakhono esifuna ukuba umntu aziqhelanise kakhulu naso.
Cofa apha ngezantsi ukumamela isicatshulwa
Imiyalelo yalo msebenzi imbaxa, umzekelo, ‘Zoba abantwana aba-2 abasebhedini, izihlangu ezi-4 eziphantsi kwebhedi, iincwadi ezili-11 ezisetafileni kunye nenja esecaleni kwesitulo.’ Xa uncedisa umntwana wakho, yifunde kube kanye, ngokucotha imiyalelo. Emva koko funda isivakalisi esinomyalelo ngamnye kwaye uqinisekise ukuba umntwana uyasiqonda isivakalisi ngasinye esinomyalelo. Oku kuza kumnceda umntwana ukuba azi ubukhulu bento nganye esegumbini ekufuneka eyizobile. Xa uqhubeka nokumncedisa umntwana wakho ungasebenzisa ifenishala ekwikhaya lakho ubonise indawo ezikuyo izinto ekufuneka zizotyiwe.
TIME Graad 1
Boodskap 1
Om te luister na ʼn stel instruksies is ʼn vaardigheid wat baie oefening verg.
Klik hieronder om na teks te luister
Daar is talle dele in die instruksies vir hierdie aktiwiteit, byvoorbeeld, ‘Teken 2 kinders in die bed, 4 skoene onder die bed, 11 boeke op die tafel en ʼn hond langs die stoel.’ Help jou kind deur die instruksies een keer stadig te lees. Lees dan elke deel van die vraag, en maak seker jou kind verstaan elke deel. Dit sal haar help om ʼn idee te kry van hoe groot sy die items in die kamer moet teken. Om jou kind verder te help, kan jy meubels in jul huis gebruik om die posisies uit te werk van die voorwerpe wat geteken moet word.