TIME IBakala R

Umyalezo wesi-6


Dlalani umdlalo wealfabhethi – le yindlela eyonwabisayo aza kufunda ngayo ukuba banjani oonobumba bealfabhethi umntwana wakho futhi afunde nokuba unobumba ngamnye unesandi esinjani. Thatha ixesha elaneleyo, ungangxami khonukuze nonwabele ukufunda kunye nomntwana wakho.