TIME IBakala R

Umyalezo we-25


Bukelani ividiyo yenkwenkwana encinci ezama ukuzibhalela amagama. Le nkwenkwana izithembile ke kwaye inqwenela ukubhala iingcinga zayo ephepheni. Iyazi ukuba abanye oonobumba bakhangeleka njani kwaye iyazi nokuba unobumba ngamnye unesandi sakhe. Kusafuneka ke ukuba le nkwenkwana ifunde abanye oonobumba kodwa ke kucacile ukuba sele isendleleni yokuba ngumbhali wokwenene!

Click below to watch video.