Funda kwaye ubhale iVidiyo

Skrolela ezantsi ukuze wenze “ividiyo” engezantsi ezokukunceda ulungiselele izinto ozifundayo FUNDA kwaye ubhale NAM ngezinto zokuncedisa kwimidlalo kunye nemidlalo oza kuyenza nomntwana wakho. Sicebisa ukuba ukhethe ukhetho lwedatha esemazantsi ngaphambi kokujonga iividiyo.

Umsebenzi wesi 1: Ukuncokola ngencwadi

Umsebenzi wesi 2: Ukufunda incwadi

Umsebenzi wesi 3: Ukuzoba nokubhala

Umsebenzi wesi 4 : Umdlalo we Alfabethi

Umsebenzi wesi-4: Umdlalo wentaka wamagama

Umsebenzi wesi-4: Umdlalo wenyekevu

Umsebenzi wesi 4: Umdlalo woonabumba-wenyoka