Funda kwaye ubhale iVidiyo

Skrolela ezantsi ukuze wenze “ividiyo” engezantsi ezokukunceda ulungiselele izinto ozifundayo FUNDA kwaye ubhale NAM ngezinto zokuncedisa kwimidlalo kunye nemidlalo oza kuyenza nomntwana wakho. Sicebisa ukuba ukhethe ukhetho lwedatha esemazantsi ngaphambi kokujonga iividiyo.

Yazi izixhobo zakho

Lenziwa njani idayisi elikhulu

Indlela yokwenza ibhukwana

Umsebenzi Wesi 2 Gr R Ukufunda incwadi

Umsebenzi wesi 2 Gr 1 Ukufunda incwadi

Umsebenzi wesi 3: Gr R Ukuzoba nokubhala

Umsebenzi 3 Ibanga loku 1: Ukuzoba nokubhala

Umsebenzi wesi 4 : Umdlalo we Alfabethi

Umsebenzi woku 1: Ukuncokola ngencwadi